uYobhi 12:9-10

uYobhi 12:9-10 CXB24

Ngubani na ongaziyo ngezo zinto zonke, ukuba sisandla sikaYehova esizenzileyo? Usesandleni sakhe umoya wezinto zonke eziphilileyo, Nomoya wabantu bonke.