uYobhi 11:13-15

uYobhi 11:13-15 CXB24

Ukuba uthe wayilungisa intliziyo yakho, Wazolulela kuye izandla zakho; Ukuba kusesandleni sakho ububi, bukhwelelise kude, Makungabikho bugqwetha ezintenteni zakho; Kuba ngoku uya kubuphakamisa ubuso bakho bungenasisihla; ewe, kufuneka nikhuthazeke ningoyiki