uYesu ngoko, akumbona unina, naye umfundi abemthanda emi khona, uthi kuye unina, Mfazi, nanko unyana wakho! Aze athi kumfundi lowo, Nanko unyoko! Wathi kwakwelo lixa loo mfundi wamthabatha, wamsa ekhayeni lakhe.
Funda uYohane 19
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uYohane 19:26-27
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo