uYohane 15:6

uYohane 15:6 CXB24

Ukuba umntu uthe akahlala kum, ulahlelwa phandle njengesebe, ome; bazibuthe abantu, baziphose emlilweni, zitshiswe.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne uYohane 15:6