uYohane 14:13-14

uYohane 14:13-14 CXB24

Nento enithe nayicela egameni lam, ndoyenza yona, ukuze uYise azukiswe ngoNyana. Ukuba nithe nacela into ngegama lam, ndoyenza mna.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne uYohane 14:13-14