Yabona, kuza imihla, utsho uYehova, endiya kwenza ngayo umnqophiso omtsha nendlu kaSirayeli; nakwindlu kaYuda; kungekhona ngenxa yomnqophiso endawenzela ooyise, ekubabambeni kwam ngesandla, ukuba ndibakhuphe ezweni laseYiputa; bawaphule umnqophiso wam, ndibe ndiyindoda kubo; utsho uYehova.
Funda uYeremiya 31
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uYeremiya 31:31-32
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo