Abagwebi 7:5-6

Abagwebi 7:5-6 CXB24

Wabahlisela abantu emanzini, waza uYehova wathi kuGidiyon: “Nabani na owakhotha amanzi ngolwimi lwakhe njengenja ekhothayo, makamyeke; unjalo wonke umntu oguqa ngamadolo ukuba asele. Inani labo babekhotha, bazibeka izandla emlonyeni wabo, lalingamakhulu amathathu amadoda; abanye abantu baguqa ngamadolo ukuba basele amanzi.