Wathi uGidiyon kuyo, Camagu, Nkosi yam, ukuba uYehova unathi, yini na ukuba sibe ezi zinto zonke? Iphi na yonke imisebenzi yakhe ebalulekileyo, ababesibalisela ngayo oobawo, bathi, AsinguYehova nalowo wasikhuphayo eYiputa? ngoku uYehova usilahlile, wasinikela esandleni samaMidiyan.
Funda Abagwebi 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Abagwebi 6:13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo