Asikokuzila endikunyulileyo na? Ukukhulula amakhamandela obugwenxa, ukukhulula imithwalo enzima, ukukhulula abatyumkileyo, ukwaphule zonke iidyokhwe? Asikuko na ukuba unike olambileyo isonka sakho, nokuba ungenise amahlwempu agxothiweyo endlwini yakho? xa ubona umntu eze, uyamambesa; ungayifihli inyama yakho?
Funda uIsaya 58
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uIsaya 58:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo