Ngokholo uNowa, ehlatyelwe nguThixo ngazo izinto ebezingekabonwa, wathi ngokoyika uThixo wawakha umkhombe wokusindisa indlu yakhe, athe ngalo waligweba ihlabathi, waba yindlalifa yobulungisa obungokokholo.
Funda KumaHebhere 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KumaHebhere 11:7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo