Wathi uThixo kuye ngephupha, Ndiyazi, ngokuba uyenze le nto ngentliziyo yakho igqibelele; ngenxa enokuba ndanithintelayo nina, ukuba ningabi ngabachasi bam; ke ngoko, andikuvumelanga ukuba umchukumise. Ngoko yibuyisele loo ndoda emfazini wayo; ngokuba engumprofeti, uya kunithandazela, niphile.
Funda iGenesis 20
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iGenesis 20:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo