Kuba ngoku ndithomalalisa abantu, ndithomalalisa uThixo, kusini na? Ndifuna ukukholisa abantu na? Kuba, ukuba ndingaba ndisakholisa abantu, ndingaba andingumkhonzi kaKristu.
Funda KumaGalati 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KumaGalati 1:10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo