Kwangena ke kum umoya ethetha nam, wandimisa ndema, ndamva ethetha nam. Waza wahlabela mgama wathi kum: “Nyana womntu, ndikuthuma koonyana bakaSirayeli, kubantu abazele yimvukelo, abajikileyo kum; bona bandingcatshile bona nooyise, unanamhla.
Funda uHezekile 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uHezekile 2:2-3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo