Kananjalo uFaro wazibiza izilumko namatola; zenjenjalo nezazi zaseYiputa ngobugqi bazo. Elowo waphosa intonga yakhe emhlabeni, yaba yinyoka; yasuka intonga ka-Aron yayidla intonga yabo.
Funda iEksodus 7
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iEksodus 7:11-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo