ndinise ezweni endaphakamisa isandla sam ngalo, ukuba ndilinike uAbraham noIsake noYakobi; ndiya kuninika lona, libe lilifa lenu: ndinguYehova. uMoses wathetha wenjenje koonyana bakaSirayeli, abamphulaphulanga uMoses ngenxa yomphefumlo obuhlungu, nangenxa yomsebenzi onzima.
Funda iEksodus 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iEksodus 6:8-9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo