uYehova wadlula phambi kwakhe, wadanduluka, wathi: “Nkosi, Nkosi, Yehova, Thixo onemfesane, onobubele, ozeka kade umsindo, ozele yinceba nenyaniso! Gcina inceba ngenxa yamawaka, xolela ubugwenxa, nokreqo, nesono, ungamkhululi ongendawo; ubuvelela ubugwenxa booyise koonyana noonyana babantwana, kwesesithathu nakwesesine isizukulwana
Funda iEksodus 34
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iEksodus 34:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo