uMordekayi wazibhala ezo zinto, wathumela iincwadi kumaYuda onke, emazweni onke kakumkani uAhaswerosi, akufuphi nakude; ukuba akuqinisele, awugcine umhla weshumi elinesine wenyanga enguAdare, nomhla weshumi elinesihlanu kuyo umnyaka; Kufana nemihla aphumla ngayo amaYuda ezintshabeni zawo, yaza nenyanga yatshintsha kuwo usizi yaba luvuyo, isijwili saba lusuku oluhle nezipho kumahlwempu.
Funda uEstere 9
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uEstere 9:20-22
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo