Wangena uHaman, wathi ukumkani kuye, Makwenziwe ntoni na kwindoda, athe ukumkani athanda ukuyibeka imbeko? Wathi uHaman entliziyweni yakhe, Ngubani na ukumkani angathanda ukubeka embekweni ngaphezu kwam?
Funda uEstere 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uEstere 6:6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo