Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

uEstere 10:3

uEstere 10:3 CXB24

Ngenxa yokuba uMordekayi umYuda wayengene ezihlangwini zokumkani uAsuwerosi, wayengoyena mkhulu phakathi kwamaYuda, ekholisekile kuninzi lwabazalwana bakhe, ebanqwenelela okuhle abantu bakowabo, wathetha uxolo kuyo yonke imbewu yakhe.