ukuze aninike, ngokobutyebi bozuko lwakhe, ukomelezwa ngamandla ngaye uMoya wakhe, ngokusingisele emntwini ongaphakathi; ukuze uKristu ahlale ngokholo ezintliziyweni zenu; ukuze nina, nimiliselwe nisekelwe eluthandweni; ninako ke ukubuqiqa into obuyiyo ububanzi, nobude, nobunzulu, nokuphakama; kwanokulwazi uthando lukaKristu oluncamise ukwazi, ukuze niye nizala ngako konke ukuzala kukaThixo.
Funda Kwabase-Efese 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Kwabase-Efese 3:16-19
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo