Wosebenza imihla emithandathu, uwenze wonke umsebenzi wakho; ke wona umhla wesixhenxe uyisabatha kaYehova uThixo wakho; Uze ungenzi namnye umsebenzi ngayo, wena, nonyana wakho, nentombi yakho, nesicaka sakho, nesicakakazi sakho, nenkomo yakho, neesile lakho, nokuba yiyiphi into ezitho zine, nokuba yiyiphi into ezitho zine, nokuba yiyiphi na ephakathi kwakho, nowasemzini ophakathi kwakho; ukuze uphumle umkhonzi wakho nomkhonzazana wakho njengawe.
Funda iDuteronomi 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iDuteronomi 5:13-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo