Ndingqinisisa amazulu nehlabathi namhla ngani, ukuba ndibeke phambi kwenu ubomi nokufa, intsikelelo nesiqalekiso; zinyulele ke wena ubomi, ukuze uphile, wena nembewu yakho; ukuze umthande uYehova uThixo wakho, uliphulaphule ilizwi lakhe, unamathele kuye, ngokuba bubomi bakho nokolulwa kwemihla yakho, ukuze uhlale emhlabeni awufungelayo uYehova ooyihlo ooAbraham noIsake noYakobi, ukuba ndibanike wona.
Funda iDuteronomi 30
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iDuteronomi 30:19-20
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo