Wathi, Yabonani, ndinixelela okuya kubakho ekupheleni kwengqumbo; ngokuba isiphelo siya kuba ngexesha elimisiweyo. Inkunzi yegusha oyibonileyo ineempondo ezimbini, ngookumkani bamaMedi namaPersi; Ibhokhwe etyetyisiweyo ngukumkani waseGrisi, nophondo olukhulu oluphakathi kwamehlo ayo ngukumkani wokuqala.
Funda uDaniyeli 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uDaniyeli 8:19-21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo