Yaye ngokuqinisekileyo baya kuchithachithwa ukusuka elwandle ukusa elwandle, nokusuka emntla ukusa ngasempuma, ngokuqinisekileyo baya kubaleka baye kufuna ilizwi likaYehova, kodwa abayi kulifumana.
Funda uAmosi 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uAmosi 8:12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo