Wemka ke uHananiya, waya kungena endlwini; Wabeka izandla phezu kwakhe, wathi, Sawule, mzalwana, indithumile iNkosi uYesu, ebonakeleyo kuwe endleleni oze ngayo, ukuze ubuye ubuye ubone, uzaliswe nguMoya oyiNgcwele. Kwangoko kwawa emehlweni akhe okungamaxolo, wabuya wabona kwaoko, wavuka, wabhaptizwa.
Funda iZenzo 9
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iZenzo 9:17-18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo