iZenzo 28:26-27

iZenzo 28:26-27 CXB24

esithi, Hamba uye kwaba bantu, uthi, Ukuva oku niya kuva, ningaqondi; nokubona niya kubona, ningaqiqi; Kuba intliziyo yaba bantu ithe fithi kukutyeba, Beva ngeendlebe ezithe nkqi, Bayawacima namehlo abo; hleze babone ngamehlo, beve ngeendlebe, baqonde ngentliziyo, bajike, ndibaphilise.