Waphuma, esiya kukhawulela uAsa, wathi kuye, Ndiphulaphuleni, Asa, nani nonke maYuda namaBhenjamin; uYehova unani ekubeni ninaye; ukuba uthe wamfuna, womfumana; ukuba nithe namshiya, wonishiya nani.
Funda IziKronike 2 15
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IziKronike 2 15:2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo