KaPetros 1 4:11

KaPetros 1 4:11 CXB24

Ukuba umntu uyathetha, makathethe ngokwezihlabo zikaThixo; ukuba umntu uyalungiselela, makalungiselele ngokwasekomeleleni akuphiwa nguThixo, ukuze ezintweni zonke azukiswe uThixo ngoYesu Kristu, elulolwakhe uzuko namandla, kuse emaphakadeni asemaphakadeni. Amen.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KaPetros 1 4:11