Ndinamsebenzi mni na ukuba ndigwebe nabangaphandle? Anigwebi abangaphakathi na? Ke abangaphandle bagwetywa nguThixo. Ize nimnyothule kuni nina lowo ungendawo.
Funda KwabaseKorinte 1 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KwabaseKorinte 1 5:12-13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo