Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 2:7-8

Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 2:7-8 XHO1902A

uzibonakalisa ngokwako nje ngento zonke ukuba ngumlinganiselo wemisebenzi elungileyo; ubonakalisa ekufundiseni kwako okungonakaliswayo, ukuzibeka, ukuteta okunobomi okungenakugwetywa, ukuze oca̔sayo enzelwe intloni, engenanto embi yokuteta ngani.