ANAZI na, bazalwana! (ngokuba nditeta kwabawaziyo umteto,) okokuba umteto unobukosi pezu kwomntu lonke ixesha asahlala ngalo? Ngokuba umfazi opantsi kwendoda ebotshiwe ngumteto kwindoda yake nxa isahleliyo; kodwa xeshekweni indoda ifileyo, ukululwe kuwo umteto wendoda. Ngako ke, ukuba uba ngowenye indoda, nxa isahleli indoda yake, uya kubizwa ngokuba liṙexezakazi: kodwa xeshekweni indoda yake ifileyo, ukululekile kuwo umteto lowo; ukuze angabi lilo iṙexezakazi, nakuba aba ngowenye indoda.
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7:1-3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo