owati lakugqita itemba wakolwa ngetemba, ukuba abe nguyise wentlanga ezininzi, njengoko kube kutshiwo: Yoba njalo inzalo yako. Kanjako engebutataka ekukolweni, akakumbulela owake umzimba obusel’ ufile, epants’ ukuba yiminyaka elikulu ubudala bake, kwa nokufa kwesizalo sika‐Sara: nedinga LIKATIXO akalitandabuzela ngokungakolwa; koko womelezekayo ekukolweni, enika UTIXO udumo, ekolisile ukukolwa kanjalo ukuba oko akubekele ngedinga unamandla nokukwenza.
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:18-21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo