Kwanga kungebe njalo! makabe yinene UTIXO, nakuba bonke abantu bengamaxoki; njengokuba kuba̔liwe ukuti: Ukuze ube ugwetyelwa ezitetweni zako, weyise ekumenyweni kwako.
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 3
Share
Compare All Versions: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 3:4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos