KWABASEROMA 3:4
KWABASEROMA 3:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Nakanye! uThixo yena makabe nenyaniso, bonke abantu ke babe ngamaxoki; njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Ukuze ube nokugwetyelwa emazwini akho, Weyise ekugwetyweni.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 3KWABASEROMA 3:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Nakanye! UThixo yena makabe nenyaniso, bonke abantu ke babe ngamaxoki; njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Ukuze ube nokugwetyelwa emazwini akho, Wèyise ekumangalelweni kwakho. (INdum. 51:4)
Yabelana
Funda KWABASEROMA 3