Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 3:10-12
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 3:10-12 XHO1902A
njengokuba kuba̔liwe ukuti: Akuko olungileyo, hai namnye; akuko oqondayo, akuko ofuna UTIXO. Bapambukile bonke, bonakele kunye; akuko owenza okulungileyo, akuko noko amnye.