Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:17

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:17 XHO1902A

ngokuba ubukumkani BUKATIXO bungekukutya nokusela, bububulungisa, noxolo, novuyo KUMOYA OYINGCWELE.