Ngenxa yoku UTIXO wabayekelela emilweni ehlazekileyo: ngokuba kwa amankazana abo aguqula okwemvelo ukwenza kube kokungalungelene nemvelo: kwa ngokunjalo namadoda, eyeka okwemvelo ukwenza kwinkazana, atsha ekunqweneleni kwawo enye ngakuyo enye, amadoda esenza namadoda okulihlazo, esamkela kwa kuwo ngokwawo impindezelo ebifanele ulahleko lwawo. Kanjako njengokuba bebengatandi ukubamba UTIXO ekwazini kwabo, UTIXO wabayekelela eluveni olwaliwayo, ukwenza izinto ezingafanelekileyo
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 1:26-28
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo