Nakuwo umsi lowo kwapuma inkumbi zapumela emhlabeni: kwaye kunikwa kuzo amandla njengokuba benamandla onomadudwane bomhlaba. Kwaza kwatshiwo kuzo ukuti mazingenzakalisi utyani‐bomhlaba, kwa nanye into eluhlaza, kwa namuye umti; kupela mazenzakalise abobantu bodwa abangenaso izincamatiselo SIKATIXO pezu kwamabunzi abo.
Funda Isityilo sika‐Johane 9
Share
Compare All Versions: Isityilo sika‐Johane 9:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos