Ngokuba ndinqi̔na mna kubo bonke abevayo amazwi aso isiprofitesho salencwadi: Ukuba umntu uti ongeze kuzo ezizinto, UTIXO uya kwongeza kuye izibeto eziba̔liweyo kulencwadi; nokuba umntu uti asuse kuwo amazwi ayo incwadi yesiprofitesho esi, UTIXO uya kususa isabiwo sake kuwo umti wobomi, nakuso isixeko esiyingcwele, nakwezozinto ziba̔liweyo kulencwadi.
Funda Isityilo sika‐Johane 22
Share
Compare All Versions: Isityilo sika‐Johane 22:18-19
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos