Ndaza ndeva ilizwi livela ezulwini, lisiti kum: Ba̔la ukuti: Banetamsanqa abafileyo abafelayo ENKOSINI emveni kwoku. Ewe, utsho UMOYA, ukuze bapumle kuyo imizamo yabo; iti imisebenzi yabo ilandele kwa nabo.
Funda Isityilo sika‐Johane 14
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Isityilo sika‐Johane 14:13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo