ISITYHILELO 14:13
ISITYHILELO 14:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndeva izwi liphuma emazulwini, lisithi kum, Bhala, uthi, Banoyolo abafi, abo bafela eNkosini, kuthabathela apha; ewe, utsho uMoya, ukuba baphumle ekubulalekeni kwabo; imisebenzi yabo ke ilandelana nabo.
ISITYHILELO 14:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kwakhona ndeva ilizwi liphuma ezulwini lisithi: “Bhala uthi: ‘Ewe kambe, banoyolo abo bafa bezinikele eNkosini!’ Ewe, ukusukela ngoku uMoya uthi: ‘Baphumle ekubulalekeni kwabo, baphahlwe ziziqhamo zemisebenzi yabo.’ ”
ISITYHILELO 14:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndaza ndeva ilizwi liphuma ezulwini lisithi kum: “Bhala uthi: ‘Banoyolo abo bafa bezinikele eNkosini, nemisebenzi yabo iyabalandela.
ISITYHILELO 14:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ndaza ndeva ilizwi livela ezulwini, lisiti kum: Ba̔la ukuti: Banetamsanqa abafileyo abafelayo ENKOSINI emveni kwoku. Ewe, utsho UMOYA, ukuze bapumle kuyo imizamo yabo; iti imisebenzi yabo ilandele kwa nabo.