NDOVUMA ngazo izibele ZIKAYEHOVA kude kube ngunapakade: ngomlomo wam ndiya kwazisa inyaniseko yako kwisizukulwana ngesizukulwana. Ngokuba ndite: Ububele buya kwakiwa kude kube ngunapakade; inyaniseko yako uya kuyiqinisa kwa kuwo amazulu. Ndenzile ucebano nomqashwa wam, ndifungile ku‐Davide isicaka sam: Inzalo yako ndoyimisa kude kube ngunapakade, ndake iterone yako kwisizukulwana ngesizukulwana. Sela.
Funda Amaculo 89
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Amaculo 89:1-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo