YIBA nofefe kum, TIXO! kwa njengabo ububele bako: njengobuninzi benceba zako, cima izigqito zam. Ndihlanze kunene enkohlakalweni yam, undihlambulule esonweni sam.
Funda Amaculo 51
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Amaculo 51:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo