Amaculo 28:7

Amaculo 28:7 XHO1902A

UYEHOVA ungamandla am, nekaka lam; intliziyo yam yatembela kuye, ndancedwa ke: iti ngoko intliziyo yam ivuye kakulu; ndandiya kumdumisa ngeculo lam.