Ilizwi lako lisisibane ngasezinyaweni zam, nesikanyiso ngasendleleni yam.
Funda Amaculo 119
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Amaculo 119:105
5 Iintsuku
Ukufumana imbuyekezo esikelelekileyo neninzi kuqala ngokuzixhobisa kakuhle. Okokuba ungumKrestu omtsha, akukho kuzixhobisa kukhulu unokukwenza kukholo lwakho ngaphezu kokukholosa ngokwamkela iLizwi likaThixo. Qala apha ukuze uncedeka ukuliFunda, uliQonde kwaye uliSebenzise ngamandla yonke imihla.
11 Iintsuku
Esi sicwangciso sokufunda seentsuku ezilishumi elinanye sikufundisa iNdumiso ye-119, esesona sahluko side eBhayibhileni nesiyintetho ephuma entliziyweni ngothando lweLizwi likaThixo. Thandaza nomdumisi ukuze ufumane ukuqonda kunye nezikhokelo njengokuba ucamgca ngobuhle kunye namandla ezibhalo ezingcwele. Esi sicwangciso siphuhliswe yiYouVersion.
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo