Nxa UYEHOVA aya kwaka i‐Ziyone, uya kubonakala ebungcwaliseni bake. Wobeka emtandazweni wabahamba zé; akayi kudela umtandazo wabo.
Funda Amaculo 102
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Amaculo 102:16-17
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo