Imizekeliso 8:13

Imizekeliso 8:13 XHO1902A

Ukwoyika UYEHOVA kukutiya inkohlakalo; ir̔atshi, nokuzidla, nendlela ekohlakeleyo, nomlomo wobumenemene, ndiyazitiya.