Ngokuba ukupambuka kwezidenge kuya kuzibulala, nokungakatali kwamageza kuya kuwabubisa. Kodwa ondivayo mna wohlala ngokunqaba; uya kwonwaba, kungeko kwoyika ububi.
Funda Imizekeliso 1
Share
Compare All Versions: Imizekeliso 1:32-33
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos