Kaloku iziyatha zifa kuba zibumangala ubulumko; zona izityhakala zizibhubhisa ngokungakhathaleli nto. Kambe ke bona abandiphulaphulayo bahlala bekhuselekile; ewe, bathi zava, bengaxhalele kwenzakaliswa nto.”
Funda IZAFOBE 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IZAFOBE 1:32-33
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo