Kanti ukuba UYEHOVA uyadala ummangaliso, uze umhlaba wakamise umlomo wawo, ubaginye bona, nako konke abanako, bade bahlele esihogweni behleli, niya kwandula nikwazi ukuba lamadoda adelile UYEHOVA. Kwaza kwati, akuba egqibile ukuteta onke lamazwi, umhlaba opantsi kwawo wacandeka; waza umhlaba wavula umlomo wawo, wawaginya wona, nendlu zawo, nabo bonke abantu abalunge kuye u‐Kora, nayo yonke impahla.
Funda Imibalo 16
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Imibalo 16:30-32
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo